Ndatshatiswa ndimncinci.

Directions

Ndatshatiswa ndimncinci. Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Ndatshatiswa ndimncinci., Legal, a/A, Ngqeleni.

09/04/2025

plss add nzoqhubeleka ne story.😭😭

06/04/2025

# ndatshatiswa ndingafuni.

insert 1

igama lam ndingu mihlali kungolwesibini ezintsukwini ekuseni ndizokuya esikolweni ndihlambe ndigqibe ndinxibe ndithe xandithatha ukutya ndizokutya umama wakuthatha esithi mandikhangele i boyfriend ezondithengela ukutya ngoba akazokondla mna yena ngoku lixesha lam lokuzimela,ndaphuma ndakushiya apho okokutya ekunika izinja esithi ndiyokutya nezinja ukuba ndiyafuna,ndahamba ndikhubeke kakhulu ngoba ndandilambile kwaye nasesikolweni ndizofika ndigezelwe ngoba ndandimdaka esikolweni ngoba ndandidinga impahla yokuhlamba impahla zam ndizihlamba ngamanzi odwa kodwa ikhona isepha,impahla ndandizihlamba emlanjeni kodwa amatanki akhona ngoba mna ndifaniswa nehagu.

ndayokufika esikolweni ndinesingqala ngoba yayingandiphathi kakuhle lonto ngoba ndandihlala ndisithi okwenzekayo kuyafana nokudaliweyo ndisithi esikolweni xandigezelwa i miss zingandihoyi sindixelela ngobumdaka bam ondandingabenzi ngakuthanda okwam kodwa ezifundweni ndandisenza sure ukuba ndiyapasa ngoba ndandifuna ikamva elihle nam ndifane nabanye abantwana besikolo,ndandingenazo netshomi ngoba abantu babengafuni ukuhlala nam esikoweni ndithi xandisitya ukutya kwesikolo bandibize ngamagama kodwa yayingandikhathazi lonto ngoba ndandisazi ukuba ndiyagqibelisa ukutya pha esikolweni ekhaya ndizokufika ndisetyenziswe ndipheke kodwa andizokutya nokokutya ndibahlambela impahla oko ne penti zabo kodwa andinazo mna nengungubo kodwa zandilala kwisofa ehlala izinto ndombathe ingubo eyayigqume isanti phandle ndandithathwa njenjenja

Ndandisoloko ndikhala ngoba into endandiyenziwa ndandingayithandi kakhulu yayindihlukumeza lonto kodwa ndandinyamezele kunokuba ndihlale esitratweni ndandixolela ihlala phaya bdihlukunyezwe kanjanlo ndibenzele yonkinto bandixelele ukuba mandizizamele indoda yam nam ezondezela izinto kodwa ndandimncinci kakhulu for uba ndibenendoda yam nam.😭

06/04/2025

ndandihlala no mama wakwamakhelwane endikhulele kuye igama lakhe ingu nozilile owayengandiphthanga kakuhle umama wam wasweleke ndimncinci andimazi kodwa ndandisithi xandimbuza umama lo ndihlala naye ndimbuza uba umama wayengumntu onjani andibethe.

ndandifunda ibanga leshumi ndineminyaka eyi 15 kodwa apho esikolweni ndandihlala ndingena zimpahla zesikolo ndinxiba ezikrazukileyo ngoba ndandisithi xandibuza umama kutheni angandithengeli impahla athi ndizotsho kumama wam lo ungasekho utyiwa zimpethu yayindikhathaza lonto ngoba umamawam andimazi noba waswelekiswa yintoni na

esikolweni ndandihlala ndingumntana ohlala yedwa oko ngoba bathi abanye abasoze bahlale nomntana omdaka bona ongenampahla zesikolo yayindikhathaza oko lonto ngoba ndandicalucalulwa bengafuni ndihlale ecaleni kwabo ngoba bathi ndimdaka.😭😭

Please like& share.😭

Address

A/A
Ngqeleni

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ndatshatiswa ndimncinci. posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Shortcuts

Share

Category