Tsolo yidolophu

Tsolo yidolophu Contact information, map and directions, contact form, opening hours, services, ratings, photos, videos and announcements from Tsolo yidolophu, bhikhonto, Tsolo.

10/04/2026

Xhasa uSelathe Mathiya kolu khuphiswano lwe True Talent Search! 🔥

USelathe Mathiya ‘ingqwela yomboko’ noyinzalelwane yaseBASELONA KIMBILI 2, kwaWard 23 ucela inxaso kuluntu lwaseMhlontlo ngokubanzi, ukuba simdudule simxhase kweyalonyaka iTrue Talent search.

Ivoti yakho ingenza umahluko omkhulu 🙌
📲 SMS TRUTALENT06 ku 39721 (R1.50 nge-SMS)

Yonke ivoti, yonke i-share, nayo yonke inkxaso ibalulekile! 💛Masimphakamise aze aphumelele! 🏆

03/03/2026

Ndicela uncedo bakhaya ndise George ndidinga i pexi no yaku Tsolo onayo makandiphe

Ibuyile kwakhona, NGVF INDUSTRY DEVELOPMENT ROADSHOWS, ngomhla wesithathu EyoKwindla ibuyela kuTsolo.Fumana ulwazi olunz...
26/02/2026

Ibuyile kwakhona, NGVF INDUSTRY DEVELOPMENT ROADSHOWS, ngomhla wesithathu EyoKwindla ibuyela kuTsolo.

Fumana ulwazi olunzulu kubavelisi, ababhali kunye nabaqondisi abakhethwe yi-NFVF kule masterclass yethu ekhethekileyo – uze ufunde indlela yokuqinis izicelo zakho zenkxaso-mali ukuze izimvo zakho zefilimu zibe yinyani.

fans
Tsolo 5170
Tsolo yidolophu
Tsolo Medics
Sabela FM

24/02/2026

Part 12

24/02/2026

Part 11

24/02/2026

Part 10

24/02/2026

Part 9

24/02/2026

Part 8

24/02/2026

Part 7

24/02/2026

Part 6

24/02/2026

Part 5

Address

Bhikhonto
Tsolo
5170

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Tsolo yidolophu posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Share