20/09/2025
Mna:Ungakhe ulinge
Athini:Ndiyadlala bo ...........Utsho ehleka
Kodwa nawe chom why ungamphi thuba omnye umve ba ufuna uthini
Mna:Haysuka
Siphume sobabini wangena eclassini kaSiphp ndaqhubeka nendlela ndothuke xandibona u Andile ngase gatin bendithi ndimshiya ngemva kanti uzondivalela apha ndivele ndakhawulezisa ndadikwa
Mna:Andile ithini intombi xawuzobane uvalelana nam
Andile:Andnantombi Phelo bendikhe ndime naee kanje ba bendinentombi andiyiyo lontlobo
Mxm ebecimba ndisisbhanxa lo
Mna:Ufuna ntoni k*m?
Andile:Mandivele ndihlale endabeni Phelo ndiyakthanda
Mna:Huh?
Andile:Ndicrc mfethu kud...eish nanku ubhuti wakho
Ndikhawuleze ndajonga wabe esiza ngakuthi ndishiye u Andile ndahlangabeza ubhti bendingafuni ade afikr kuthi ngoba bendimazi angafike abethe u Andile andimazi noba ebesameleni keyena
Mna:Bhuti
Bhut:Sewusima namkhwenkwe ngoku wena ezigatin zesikolo
Ndithe ndisathi ndiyamcacisela wavele wathi "Masambe Phelo"
Ebese waphola okanye ndithi ebophaxakele kundibona ndime nonkwrnkwe undiphathele ubhaka ebethule apha endleleni bendirhalela umbuza ba kutheni ade azondilanda ndabuye ndazinqanda
Sithe masika ngasekhaya kwabe kukho imoto kamalume ebaleni bendizibuza ba ufuna ntoni ngoba akavamisanga ukuza kowabo beziphela inyanga engakhange wambona umamakhe umakhulu ebenesbini sabantwana kodwa akhonomnye okhe acinge umamakhe bekuworse umalume ngoba ebehlala kwalapha elalini nefamily yakhe ngokuya sisondela ndibonile uba kukhona nabanye abantu izinto ebeziku ronta bezikutshwe ngaphandle nebed kamakhulu
Mna:Kwenzeka ntoni bhuti ndibuze ndimjongile wabalekisa amehlo
Mna:Kutheni izinto zikamakhulu zikhutshwe ngaphandle uphi umakhulu?Bhuti
Akandiphendulanga undibambe isandla wasiqinisa
KWENZEKA NTONI?
Please Like,Comment &Share