19/10/2024
Ndona bani?
Ndikhula ndinabazali ,nomakhulu ababini,notamkhulu omnye utata kamama.
Kunye naboomzala .
Ekukhuleni kwam ndihala nabazali bam,kwingumbi elifakelweyo ecalen kwendlu karhulumene ,kulotata wam.utata ondizalayo ngumntu apha ke ozama amazoro kwenye ndawo yentsele kwisitalato esingentla kwesi sihlala kuso.
Umama yena uphangela kwezinye ifemu ezikude kufuphi napapha.
Kwenzeka ke u dadewethu omdala ndikhula ndingamazi ngeso lenyama,kodwa ndisiva ba ukhona uhlala kwenye idolophu kunye nomalume nomfazi wakhe.
Bamfuna kumama kuba kwakutheni ke andinalwazi luphangaleleyo .kodwa nabo babenaye umntana oyintombi ,omdala kunodadethu.
Yahamba ke iminyaka .
Kwafumaniseka ukuba abazali bayokhangela amatoro kwenye idolophu.baze bandishiya emva kumakhulu ongu mama katata.pof ke ayindim ndedwa umzukulu olapha.
Ndim kunye nabantwana bentombi yakhe abathathu,amantombi amabini kunye nekwekwe.
Abanye ke abazukulwana bakamakhulu bahlala kulonina wabo,abanye komakwabo apho onina babo batshatele khona.
Nabo ke bayaza uzokubona makhulu ,balale ba bayafuna or baphinde bajike ,kuba bahla kude kufuphi abakhweli xa bezekumakhulu.
Kwakumnandi negqengqesho ,sikhuliselwa enkonzwen,nesikolo sibalulekile.umntana efana nomnye nangona abazali bam babengento bengathumeli.
Udabawo wayethi xa efikile nge holide ye khisimusi asiphathele isikeyiti esihamba netop yaso me chompsi.
Sasiyazi ke siizokuzinxiba ngezantsuku qha .emva Koko sakuzinxiba who xa Siya enkonzweni.
Umakhulu ke wayesithi masisoloko sidlala eyadini hayi esitratweni or emizini.ichomi zethu zazimbini ,zihlala kufuphi nasekhaya.enye ke kwakukhonzwa kokwayo ,enye kwakingakhonzwa kokwayo.sakhula ke kumnandi.
Minazana ithile umakhulu waya epeyini ,who ke esiya epeyi uhamba nalentombi ilingana nam.
Ndisheke mna kune nodade walo uye epeyini nomakhulu kunye nalo wayeyinkwenkwe kodwa Goku sewaba ngubhuti.
Sahlala ke njengesiqhelo,wahamba ubhuti wathi uzobuya Goku.
Sasheka sidlala oonopopi apha phambi kwendlu.
Lisaqhubeka ibali.part 2 uyeza